#pewuuu kudlaliwe Izwi alifundwa tsii The Preacher: (after - TopicsExpress



          

#pewuuu kudlaliwe Izwi alifundwa tsii The Preacher: (after greetings) Let us turn in the book of Genesis chapter 1 Interpreter: Asithyile kwincwadi ye-Genesis isahlako sokuqala (after the Scripture was read he is preaching now) Preacher: now here God is creating Interprete: apha ke uThixo uyadala Preacher: theres this part that I wanna talk about Interpreter: kunalendawo endifuna ukuthetha ngayo Preacher: God said the water must be separated from the soil Interpreter: UThixo wathi amanzi mawahluke emhlabeni Preacher: water represent the Holy Spirt and the soil represent People Interpreter: amanzi amele uMoya OyiNgcwele wona ke umhlaba umele abantu Preacher: in other words the Holy Spirit does not live in a man Interpreter: (he went to seat down) Preacher: (he preached woithout an interpreter this time after he had finished his messages he gave the nterpreter to do conclusion of the message) Interpreter: we bazalwana ayikho lento ithetha ngulomntu uMoya Oyingcwele uyaphila emntwini (the congregation shouted the big Hallelujah and big Amen!) ndithi phengulula izibhalo mzalwana abanye abantu bayathetha baxoke futh #iyho_yho_yho kubi phandle apha
Posted on: Sun, 11 Jan 2015 05:25:27 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015