ts ts ts Trip from Port Elizabeth to East London. Ndakhe - TopicsExpress



          

ts ts ts Trip from Port Elizabeth to East London. Ndakhe ndahamba nomtshanam uCwengile wase-KingWilliams Town sisiya kumanye ama-cherry ase-King ayesibizile kodwa abe ehlala eMonti apho ayefunda khona. Abantwana ke baziwa ndim, qha on these cyber games/social nets, kodwa kuba lomjita ingowase-King ndiqonde ndizofaka yena kwenye iwey. Nyan according to plans, we were supposed to meet with these girls for the weekend, so they were expecting us on Friday of that weekend, nyan saphuma espan no-Cwesta sodlula kowabo wavasa wapakisha iimpahla zakhe saqhwitha sotsho kum endlini, nam ndavasa ndapakisha ibag yam sangen emotweni sotha full-tank of fuel ndayirhuqa iFord Fiesta kwa uphuma kwalapha eLokishini eBhayi uyophuma eTruck-Inn. Nongena kwethu ku-N2 andayiqhelisela, ndamva enqanda.. X, asingxamanga fondini, zubengathi uyayicenga noko mfethu .. Andamhoya kemna, ndangathi ndinyusa umculo phezulwana kancinci we-Dangeon Underground Hiphop, ndim lowo ke banging my head hard as I go with the beat ;) .. Safika eColchester ndamisa sangena kwa-Spar sathenga into yokutya, plus nento nje ezosishushubeza endleleni eselwayo, sabuyela emotweni ndafownela amantsaiza .. (Phone rang twice and the chick picked up.. Chick: Hey handsome :) .. Xiyela: Hey, se-sharp?. Chick: Ewe se-right, njan wena?. Xiyela: Ndi-grand nam mntanam. Sisendleleni ke nempintsham, singafiki nikude ne-res enihlala kuyo. Chick: Esheee singakude njani nisiza ngapha? Andisengxame yaz? ;) .. Xiyela: Nyan? ;) Uphi utshomi wakho yena?. Chick: Nanku naye ecamkwam. Xiyela: Will you put her on the phone?. Chick: Okay, sure!. (2nd chick on phone). ******************************* 2nd Chick: Hey... Xiyela: Eita!! Right apho?. Chick: Im fine, thanks. Njan wena?. Xiyela: Grand nam. Awusatshongo kum noba niyavana nomtshanam uCwengile or anivani after I introduced him to you. Its been a week already nithetha over the phone nibe ningazani, so uchazekile nguye or what?. 2nd Chick: Heee hay maan Im not comfortable answering that question but hes quite a cool guy I guess. Xiyela: You like him?. 2nd Chick: I think I do kinda like certain things about him, I just need to see him first, talk face to face with him, then sibone kwenzekani. Xiyela: You know why I ask you these kinda questions?. 2nd Chick: No, I dont. Why if I may ask?. Xiyela: Ithi le chap uyayisokolisa, utheth apha naphaya and he doubts if nizoba-grand noyi-two even if senibonene apho. 2nd Chick: Did he say that?. Xiyela: Ewe, futhi kemna andinoze ndishiye amankazana eBhayi gqiba ndizozidala romantic eMonti ngathi ndingu-Romeo ku-Juliet. Mna nopeto wakho si-grand kwi-terms, kushota intshukumo if uyangithola ndithini. So ndakcela ungazogodolisa uCwesta eMonti.. okanye ajike yena ndize ndedwa mna ku-Love wam?. 2nd Chick: Yhooo hay makangajiki, ndanicela nindincede. Xiyela: Now you talk my language. Later sharp. (She passed a phone over to my girl). Chick: Baby. Xiyela: Sobe silapho ke in less than 2-hours, andiqhubi ndiyanyathela. Chick: Okay baby, call us when you approaching airport. Xiyela: Sure-pop babes, later. Chick: Bye. (Ndim no-Cwesta). Cwesta: Exe ntwana, ndiyathatha. Hay jonga nyan bindi-speedela la wey, maar indlela imhlophe ngoku boy :) .. Xiyela: Kukude eMonti for uyodlala utiki-nomtatsi (Hide and seek). Masitye msinyane sibenoyiqhwitha sani. Cwesta: Ja nyan fethu. Yaz ndazibhaqa sendibatywa ngoku esithi lomntana mandingashiywa mandize nam eMonti :) .. Xiyela: ts ts ts and I believe you boy, ngendibatyiwe nam ndinguwe ;) .. To be cont.. Episode-2 nini?. Hay mandigqibe elika-Ankela noMcimbi kqala. Mholweni. Xibhalala. ;) ..
Posted on: Thu, 10 Jul 2014 13:54:50 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015