uPitoli. Episode-1 of 10. ts ts ts ts ts ts ts .... ts ts ts - TopicsExpress



          

uPitoli. Episode-1 of 10. ts ts ts ts ts ts ts .... ts ts ts ts ts ts ts. Hey, uPitoli was a charecter yaz :D .. Introduction. Kunomjita apha ekwakuthiwa ngu-Pitoli, ligama lakhe elo awalinikwa kowabo kuba uTatakhe wayephangela eJozi emgodini (as a Mine Worker), then kwenzeka wathi eyodlala ibhola nabasebenzi ePretoria wadibana negqiyazana elihle, walitshutsha (plita) bavumana bathandana, ze kwathi ekuhambeni kwexesha kwazalwa esisijimjim somjita esingu-Pitoli. Igama ke lale chap lisukela kwintoba unina engowase Pretoria (Pitoli-Pretoria). Ekuhambeni kweminyaka waye wonzakala emgodini utata ka Pitoli, kwanyanzeleka athathe iimali zakhe ze-disability package, wathutha konke kwakhe eGoli nosapho lwakhe, babuyele eBhayi apho utata ka-Pitoli wayenendlu khona. Ngelixesha ke umjita yena wayesele ne-10years ezelwe, ebesefunda eJozi eDaveton, behlala eDotwana Street ko kasi. Bafikile ke eBhayi, wakhula wamdala uPitoli aka Pistol or Pizza, wa-passa matric yakhe, woluka, emva koko wenza Public Management eNMMU. Liyaqala ibali lethu. #Change_of_lingo. Exe uPizza ngesiskhathi agelezayo eVarsity uhlala eRes, umanukuya kowabo nge-Weekends. Timer yalomjita nonozala wakhe caba ufika kwabo ePE baye bathenga taxis zayi-3 ngemali ye-disabilty pension fund, they went to join Uncedo Taxis, register in the organisation. Their business grew well in so much that their money accumulated that they even afforded to buy 2 more taxis to make it 5 of them. One time, Pizzas parents went out for a weekend to visit old friends in Benoni. Ngelishwa bafumana ingozi yemoto basweleka (both died in the accident). This came as shock ku-Pizza when he received the news, he collapsed and he was admited into the hospital on that same weekend. After his recovery it was during the week on Tuesday and his family relatives scheduled the burial/funeral for the upcoming weekend, which was the weekend after the one of the accident. Ifikile nayo weekend yomngcwabo, waqhutywa kakuhle akwabikho nto, yonk into yahamba ngendlela. Udlule ke umfihlo, umjita waya kwi-safe ye-Timer yakhe enento yonke awayeyishiyelwe, contacts ze-policies awayefakwe kuzo, investments, plus detailed documents that accesses him to his father fortune, bonke ubutyebi bakowabo. 4-month later zaphuma iimali zitatakhe, zabe ke taxis zona zisaqhuba zisenza imali kwi-taxi business. Kunomntana ke apha eyayimfuna le chap ekuthiwa Inam, lishambula elo le coconut eyayine fixtures ze-modeller tjoooooo ayintle intombi yintoni? :o .. Hey ke lomntana caba waye weva ba umjita took over kwi-business ka-tatakhe and also the wealth that his father has accumulated over the years. Yathi iphinda imzama le chap, wavuma ebhabha umntana .. Ndithathe Pizza ndingowakho wedwa
Posted on: Thu, 30 Oct 2014 15:36:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015