yaz kandiyaz la ngapandle kuko abantu abazenza u kenneth mashaba - TopicsExpress



          

yaz kandiyaz la ngapandle kuko abantu abazenza u kenneth mashaba ku deneo xa wena ungu no tax driver uvalela umntwana bantu the whole months umtyisa i movite nalapo uyenza ngamanzi abandayo wena ubuya kulo prison yendlu yako uhluti ngu debonars & kfc yena lo mntwana le movite ecaleni uyenza i rewu kuba efuna into esetunjeni kodwa amantombazana aya yinyamezela into engekoyo my advice to u sisiza go to mapolisa uxele awuna mali yokuya e transkei qa
Posted on: Thu, 18 Sep 2014 08:56:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015