2 Timothy 2vs23 YINXWEMENI IMIBUZWANA YOBUDENGE ENGENANGQEQESHO - TopicsExpress



          

2 Timothy 2vs23 YINXWEMENI IMIBUZWANA YOBUDENGE ENGENANGQEQESHO USAZI UKUBA IZALA IMFAZWE. Amen ngeli xesha mandinibulise egameni lika Yesu yaz ndihleliwe ngalamaZwi ixesha elininzi ndibukele kule group kubane politics kupolitikwa Izwi likaThixo kubuhlungu ke emzalini noba asinakuybona sonke lonto ukubona abantwana bakhe bekrwempana uye angeva kamnandi ithi intetho yakwa Xhosa akho nzwana ingena siphako o akhomzi ungenasi bhoxi sikho apha sonke uninzi lwethu sithi singamakholwa ukhona ke umahluko btwn ukukhonza nokukholwa but andizongena apho tdy njenga makholwa ke ndikhe ndibone ephendula iznto ezinga nyanzelekanga ethetha ngendlela elumezao libe lisithi Izwi YINXWEMENI IMIBUZWANA YOBUDENGE ENGENANGQEQESHO USAZI UKUBA IZALA IMFAZWE ukuyinxwema ke kukunga yithatheli ngqalelo umzekelo omnye abuze NGUBANI OSEKHE WAMBONU YESU APHEMHLABENI OR omnye athi NGUBANI OBETELE KUNOMNYE we all know that akhomntu ubetele kunomnye sidalwe NGUTHIXO sonke but umntu owenza ibengat Umnt unozibona ebetele nguYesu yedwa osenza sibengcono Noxolo ungcono njani? Myb ukhono buzao kuni mna m better than the 1st Noxolo I was ndingcono kakhuuuulu ku Noxolo endandingue b4 so yiolento ndiye ndizbone ndi bttr its all bcz of Christ ofike watshintsa iznto kum ebomini bam umzekelo ndandiminca ndidlala ibhanti neziciko kqala kodwa uYesu ndisakumankela wandikhupha apho nw ndisisidalwa esitsha ndaxolelwa izono so ndingcono kakhulu kum but not komnye umntu it was 2008 ujoina kwam gangsters ndabe ndikhonza bt ndingakhohlwa kodwa ndisecaweni lonke elixesha ndihamba ndiomosha ndibuye ndokhonza but 2010 ndamnkelu Yesu watshintsha ubomi bam icawa yona for 2 years ndikuo zange inditshintshe kodwa nguYesu awancedi mpilo yam wayibamba ndasindiswa ndifunu kuthi ke ingathi singayeka ukubuza into ezingakhio ezibangeli mfazwe kodwa sijonge Izwi le Nkosi lithini nawe mani usoyibonile lento sulwa nae torho ongekayiboni thandaza ayityhilelwe uyeku Thixo nangemibuzwana le ibubudenge ungaphenduli if awunabulumnko so dat kungazobakho mfazwe ayikho ke INKONZO engcono kunenye tuu nguYesu ongcono qhaa and masingazixokisi eZulwini songena ngaye hayi ngokulunga hayi ngobuhle hayi ngumfundic hayi ngesinxibo nomfaneleko we uniform or ngezilwimi nooo lithi Izwi John14vs6 NDIM INDLELA NDIM UBOMI NDIM INYANISO AKUKHO NAMNYE OYA KU BAWO NGAPHANDLE KWAM athethwa nguYesu so gud ppl ndiazthoba kuwe wena mntu ungekamamnkeli thathu Yesu akukho ukuguquka ngapha kwengcwaba plz kunamazwi athi NDIFUNE NDISAFUMANEKA usezothi ufuna abesele engafumaneki ube ufuna nabantu bafana nathi bathetha ngae nako fbck kube kungekho thuba lime Izwi lithi ANDIKWAZI. AMEN
Posted on: Tue, 21 Oct 2014 19:00:15 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015