Admin cela ufihlwa nam ndingu cc apha mdantsane kwa twelve ndaye - TopicsExpress



          

Admin cela ufihlwa nam ndingu cc apha mdantsane kwa twelve ndaye nda inbo(xa) bhuti baxolele kuba nam kunzima kum tata womntana wabaleka while i was prgnant and andigrant. So ndye ndathi since mntana ka cc lo wayecele uncedo umntana wakhe eyiboy ze xa kuthe kukho ezentombi cc lo azandiphe zona nyani bhuti baxolele last frdae undi inboxele kuba mandothatha impahla ehighwae kulocc sadibana ke wandinika u cc ndiyabulele kubhuti baxolele bethuna naku le page may god bless u gyz niluncedo kakhulu.
Posted on: Fri, 08 Aug 2014 07:21:54 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015