E-Masiphumelele High utitshala ubhalisa i speed test: 1. Umbuzo wokqala, bhala ukutya okuhlanu okuthandayo( 5 marks) a) Pizza b) Hot wings c) Calamari d) Fish & Chips e) Chocolate 2. Umbuzo wesibini, bhala ukuba kuphekwa njani okukutya ukuthandayo ( 25 marks). Arhwatshaza amaphepha( ekrazulwa kuqalelwa ngoophopho) a) Mvubo b) Ulusu c) Amadombolo d) Mngqusho e) Amanqina......... Lol lmao good morning friends.
Posted on: Thu, 11 Jul 2013 07:17:37 +0000