Insert 1. I wont introduce the - TopicsExpress



          

Insert 1. I wont introduce the charactors ull get 2 know them as the story goes bt the most important character is me lilitha mpepho ..the day it all started was when I was 15 I was the most beatifull gal in my village zigadini in mountfrere my village was a quiet typ of village not many houses everybody knew everybody. my father was a nurse and my mom was a stay at home mom and we were not rich bt we wernt poor either...njengabo bonke abantwana abana 15 I liked playing and hanging out with my friends and boys actualy I liked 1 boy in particular his name was sivuyile and lived a few houses 4rom my home he liked me 2 bt I was still playing hard 2 get we wer still young we had our whole lives ahead of us ther was no rush..my father was into farming so there were these 2 older brothers from our neighbour village who would come and get farming advice 4rom my dad ubhuti sipho no bhuti mandla u bhuti mandla wayenomdla kakhulu kum ethanda ukundibuza imibuzo emininzi ngobom bam nezinto esizenzayo esikolweni ndandimphendula ndinganakanga kwanto ndiqhubeke ngalonto ndiyenzayo...into yam no sivuyile ibiseyiqala ukuba serious now wayendibhalela ileta nam ndimbhalele sasidibana qho xa sifumene ithuba kwakungekho lula bt sasiyenza yenzeka ngoba sasithandana kakhulu ..kodwa ndandazi mhlophe uba umama angayibhaqa lento ndingabethwa mhlambe ndigxothwe kwasekhaya abazali bam babe strict kakhulu bt ndandingenandaba ndandimthanda usivu wam...ngenye imini ndihleli ekhaya no mzala wam u andile kwavakala I hoot ye moto e gaitini waphuma umzala wayosabela wabuya andile: sisi uyacelwa e gaitini ..ndaqonda noba ngabantu abafuna utata ndaya ngomzimba ungenaxhala nddafika e gaitini ibingubhuti mandla ndabulisa ndatsho ndikhalezisa me: akekho utata bhuti base town beno mama bhutimandla:hayi ndize kuwe nontombi. Ndothuka ndasbela..me: andiva bhuti ndize kuwe ndabe ndiphethe ndizokubona kwabe kunetha bhuti madla: ngena emotweni uyanetha me: hayi ndi ryt apha ndandixakiwe uba lo bhuti ufuna ntoni kum angandi visitor ? Ndimncinci nje andinancoko endingayithetha nabantu abadala...wacela ukungena endlini ndangavumi wathi uyahamba ngoba ndiyanethwa uzobuya ngelinye ixesha ndashiyeka ndixakiwe kodwa ndanganaki ndabe ndilungiselela ukuyobona isithandwa sam..#ent with the list of the charactors 2 let me know u still follow ...
Posted on: Tue, 27 May 2014 06:49:26 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015