Insert 37 :) we chatted and chatted yaphela iMovie and it was - TopicsExpress



          

Insert 37 :) we chatted and chatted yaphela iMovie and it was time for us to go home Mama:bekumnandi uhlala nani you should hang out here sometime Buhle:zange ndamandelwa elihlobo sizoza qho anhe Zeze? Me:yeah of course bye bethuna its getting late Yanga:bye mntase uPhone when you have arrived okay? Me:0kay mntase i opened the door and we stepped out sonke Lusanda:love yall guys Buhle:us too Yanga:broken english leyo tshini buhle Me:nguBhuti kelona sani Buhle:hay andikoluki kaloku mna ndiseyikwekwe tshin Zenazi we all shared a hug sahamba we catched a taxi no buhle and talked aphe ndleleni on our way back home Buhle:mnxm sisters zakho ziyaraka kodwa Me:i know hey,it runs throu the family Him:i wish i had sisters like them Analo no Hlela bayadika dont ask me about Lihle uWorse yena Me:badika bonke wethu noba ndim lo wenze yonke lento yaz because i know apho ndikhoyo soze kube right Him:haysuka dont blame yourself nge Attitude yabo leave them alone ukhululeke wena we got home and stepped in Mama was pacing up and down in the living room and we greeted everyone Mama:hey nisuka phi? Tata:khange ndikuxelele babayephi nha hay khawuyeke abantwana man tshini uthen nha wena? Mama:Takahlela ndiyeke,ndiyabuza nina nicimba ndincuma nani Me:si-si-sisuka ekhaya mha Mama:unomama ofana nam khona wena,khona kutheni nizawu hamba ngaphendle kwe saying yam Buhle:hay mama subusi ngxolela thina ddntdad tell you were we come from? Her:he did- buhle:Ngoku kuthen usibuza into oyaziyo nje? Mama:ungalinge unyukelane nam Buhle ndaku qhekeza mna uyandiva Buhle:0kay mama wethu he ran upstairs i followed him and Mama called me and i turned Me:Mha? Her:uzithatha phi kengoku ezi impahla uzinxibileyo Me:bezisiyekile ezi mama zoyiTwo andinazo ezinye Her:mhm hamba ke Tata:Zeze masambe mntana wam Hlela:Tata cela uku hamba nani please Tata:akho kwandawo uyakuyo ke wena nihlale apha niyandiva them:ewe tata Tata:hambo biza uBuhle Zeze sizo hambeni mama was fuming with anger bendimbona qha ebesoqena ukuthetha cause myeni wakhe uyabetha utsho uBuhle i went up and called lihle we went downstairs and headed for the car we stepped in and off we go Me:Tata uzukhe uyenathi pha kuMama next week usise eHemingways vha Tata:0kay mntam we drove off sehlika and went to the nearest clothing shop i bought stuff that i needed and buhle helped me to choose une choice buhle empahleni trust me on that one Buhle:mntase thatha nantsi iLokhwe yabona le it will suit just fine Me:hahahaha ha.a enkosi imbi lento Green is not my favourite colour yaqoh? Him:uWrong(o) kodwa wena mntasekhaya ndikuncamile Me:uRight kaloku wena mna ndi left we both laughed sakhetha izihlangu and paid phone yam yabe ingcwele ziWhatsapp text ndabe ndingazi hoyanga mna the time was around to six Buhle:Tata sicela iPizza Him:niqalile ke i gave him those puppy eyes him:0kay okay okay,niyadika man buhle:siyayaz njena no need to remind us we went to debonairs and odered pizza and waited for a sec Dads phone rang i knew it was mama i mean my step mom -_- Him:hay andingomntana mna,ndiyeke Nozuko man yekana nam mfazi ndin tshin,okay man he dropped the phone Buhle:woooa sounds intresting whats up? Him:mama wakho uthi uSix abethe ndise ndlin akandiqheli Me:subuza kum ntanga andiyaz nam i could see he was very angry but he kept it cool pizza yafika and we took it sangena emotweni satya on our way home sagqiba singeka fiki besilambile we got home sangena endlin ngathi khange siqale notya we sat down sabukela iTv sabe sincokola no Buhle mane sihleka Lihle wasijonga and was so irritated by us ngathi uyonyanya Lerato finished cooking wahambisa ukutya Me:ndihluthi enkosi Buhle:nam sisi Analo:heh hay ngumhlola yinton na hlutha nina nodwa noba nityile pha etown buhle:sityile kaloku ngoku wena ungena phi Analo:no need for ba undiphoxe Buhle:vala umlomo nawe kaloku yeku chama intsente isidala i laughed saphela sihleka sobabini God knows how much i love my big brother
Posted on: Tue, 21 Oct 2014 16:42:56 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015