Kungatshona imini ndinibalisela uba ndingagqiba lento ka - TopicsExpress



          

Kungatshona imini ndinibalisela uba ndingagqiba lento ka Sipho USipho usebenza kwi company ethile,I boss yakhe ngu Bazooka ngoku uSipho umane ecela athi kusweleke umamakhe,kwenye iveki aphinde athi kusweleke uTatakhe! uyenze lento izihlandlo ezininzi,wade wadikwa uBazooka ngenye imini wambuza“bangaphi kanye abazali bakho?ngoba oko waswelekelwa ngu Mama notata wena!”Athi uSipho,"kaloku Boss kwathi kwakusweleka uMama,uTata wathatha omnye umfazi wanguMama kum,wasweleka uTata esasandakuthatha lomfazi,lomfazi wangumama kum,watshatwa indodakhe yangutata kum,yasweleka watshatwa futhi,indoda......!" Wathi engekagqibi Wa fainter uBazooka! #Zwelie
Posted on: Fri, 06 Sep 2013 17:29:20 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015