My profile :-) I am Mihle Zizo Mbanga Ndizalwa Ngu Sjekula V - TopicsExpress



          

My profile :-) I am Mihle Zizo Mbanga Ndizalwa Ngu Sjekula V Mbanga no Buyelwa Manzana u dontsa. Ndizalelwa kwi dolophu yase Queenstown ngomhla we28July1997..ndinguNtonto kwaBazali bam Ndiqale ukufunda eskolweni ngoske ndiye eTommorowLand eQueensTown,ndaze ndayogqibezela u Grade R wam e Chungwa eBisho. Ndiyeke ndenza u Grade1 wam eBisho Primary ndaqubeka ndaphuma apho kuba ndisiya kwamaBanga angasentla ...ndifunde kwizikolo ezinitsi!! Ngokukhula ndikhulele eKing Williams tow kulapho ndihlale i5yearz khona ndazeke ndazohlala eMonti apho ubumandi bungapheliyo I have friends that i acknowledge(Khutala,Akanya)bona ke abo ndineminyaka ndimazi ukhuthala ndimazi ngo 2007 u akhanya yena ngo2001 eBisho... bayayidlala indima yabo... kodwa ke noba kukho i distance betwn us !into wl nvr change unyaka wokuqala ndihlala eMonti hai bendiphapha shame kodwa ke iNkosi yandisindisa ngemvihla kalo ..kungekunjalo ndiye ndadibana noMehlo wokuba ndidibane negqila (Sithule Zaula) ishlobo sam esindikhuseleo kweli Monti . Lihambile ixesha ndadibana nezinto neendawo eQuigney ;-) h ayi noko ke ndizihambile kumandy! mna ndinguMculi :-) Hai ndiacula shame ...wathy omnye umgani wam wase limpopo uHlatse if unconywe ngabnt abayi3 uyayenza into yakho ndingalibelanga ndililungu lechoir lase assemblies of God (kwaBhengu,eZembulo) ubomi bunzima nokoke nje NdiliGcwanini ndizamangamandla mnake ndixulubana nezifamilies zilandelao( (Mbanga,Sixabayi,Manzana,Madyibi)) eziziduko zilandelao (Gcwanini,Sango,Dontsa,Bhele) ... Abazali bam ngabase : Tata(Tsomo,Mdletyeni) :Mama(Tsomo,Mtata,Ngqeleni) :-) Kumandy ubandim shame
Posted on: Sat, 25 Oct 2014 16:16:26 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015