Once upon a time in Jawas life: so im dating this girl and I was - TopicsExpress



          

Once upon a time in Jawas life: so im dating this girl and I was suspicious that ikhona enye indoda endincedisayo apha., so I ask mchana wam onemonto sihambe siyoparker ngakowabo ebusuku sibone ba sizobhaqa nto, first 2 incidents came out with nothing but ndambhaqa ephuma ne bag on the 3rd wangena emotweni. Sayilandela ke lemoto yade yafika apho kuyiwa khona. Then ndafown waphendula, ndamcela aphume wathi kum ulele akaziva ngcono, ndathi please love phuma, wakhalala ndade ndathi kuye ndicela uphume kule ndawo ukuyo ndiphandle, ndathukisa and ke uyandaz xa ndiphambana kuyanyeka. waphuma ke ndamxelela makolanda bag yakhe sifokofe, yakhalala indoda le ndayixelela izonya apha kum yathi cwaka. Samlayisha ke usisi ndahamba ndolanda enye icheri yam emagaleni then ndagodusa lo bendimbhaqe echeater kowabo ndamxelela if landoda yakho iyakuthanda izazokulanda again.......
Posted on: Thu, 16 Jan 2014 09:49:14 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015