Today ngendigqiba 22yrs ndafayo kodwa ngenxa yothando nenceba zika Thixo ndim lo kuba kwasesizalweni sikama wayenenjongo zoba ndiphakamise igama lakhe yiyo lonto ndisithi kubo bonke oothixo akekho onje ngaye kuba yayibuhlungu kakhulu le mini nasemzalini wam but 2day ndigcwele uvuyo ndikwzi nam ukuma ezizweni ndithi uYesu yiNkosi uyasindisa kuba ngendingenalo nethuba lokuba ndibe nezintyatyambo ndinazo andiboleke zona after 1991 ukuba ndizibuke.God is great & He is good all the time ndohlala kuye
Posted on: Mon, 09 Sep 2013 08:07:01 +0000