Ube sewfihla ke admin ndingucc otshatileyo ona27 umyen wam una30 - TopicsExpress



          

Ube sewfihla ke admin ndingucc otshatileyo ona27 umyen wam una30 kunalomfana una28 bohlukene ngoomama utata wabo uy1 so uhlala nathi ngenye imin sihleli soy2 kubanda uhubby engekho salala i ws feeling lonely cz umyen wam uhlala esetywalen ngeweekend n angeke ndith bekuyimistake cz bendinefeelings zakhe kanti naye unazo ezam.Iproblm umyeni wam uyabuthanda utywala nomgroovo every weekend uyanxila abuye nango2 ekseni.So mna nebrother yakhe asiseli.Ingxaki ngk sesiyqhelile lento siyenzayo xa angahambanga weekend uhubby wam siyabhoreka soy2 nale brother yakhe.Mna ndiyayonwabela lento siyenzayo qha iworry yam ngk sibhaqwe yigalfriend yalomfana ithi izawuxelela umyeni wam andaz ndenze njan cz xa angasidubula nosidubula umyeni wam lipolisa.Plz help #BEYLA
Posted on: Sat, 16 Nov 2013 12:22:45 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015