Ubomi Bam Emzini Season 2# Episode 80 Insert >> - TopicsExpress



          

Ubomi Bam Emzini Season 2# Episode 80 Insert >> 180 Hardly 30 minites waphinda wafowuna uBhutheza : Bhutheza : Yhuuuu chomie…uMama kaLebo ebendixelela ukuba uLebo uswelekile chomie!… Me : Hayyyy!…Hay chomie uLebo ebegula serious lontlobo na? Bhutheza : Clearly chomie, Oh Bawo kelonto isi-arama akasalili , uthi akasaviswa buhlungu nakukusweleka kukaLebo ngoba umongile yaye ebesekelilahle kudala ithemba loba angaphila, eyona nto imkhathaza kakhulu kukuba uLebo asweleke sekengasaphangeli phofu kwatata lowo wakhe sekeyilesepha ayi ephuncuka ephethwe. EverSince umama kaLebo wayeka ukisebenza , nje ,utata kaLebo watshintsha, uthi ebengasathumeli kwamali yokutya… Me : Iyhooo haybona, Worse uba umama kaLebo sacrificed wayeka umsebenzi wakhe ngenxa yempilo yomntwana wabo, kuba efina ukonga umntwana wabo, i.dont understand uba kutheni sekezotshintsha ngoku utata kaLebo Bhutheza : Ey rara, Ubomi bufana nama Dice sisi, eyona ekufuneke sibonisene ngayo ufika kwakho apha kukiba sincedisa njani kumama kaLebo, Me : Ewe chomie, at the end of the day ke uLebo ebeyichomie yethu, never mind ezenzekayo. Hey hay inzima kele. Bhutheza : Hayke chomie sesizobonisanani ufika kwakho, let me call uDolly ndimazise. (Cool chomie I replied and we hanged up ) Sqhubeka nohambo lwethu njalo (As much as wayegula uLebo nathi simbona kodwa yayingakholeleki eyoba uswelekile, Ndandibuhlungu ngaye shame, ngoba ke noba kuthiwa sasingasavani naye ncam ngenxa yezongxakana sasinazo naye kodwa ke not uba angade abhubhe, ukufa kubuhlungu ke qha. ) Zahamba iihours sisendleleni, and we arrived the following day eKapa safika kwakusasa sidiniwe, saya endlini straight, Safika usisi esalele, (Amazing!…Njengoba singena egaythini nje i realised there was a car that was parked ebaleni phambi komyango, )Awu kunoba yimoto kabani kengoku le ekusenapha, worse kuyacaca ibilele apha! I said ndimangalisekile. Zusakhe : Yazba nam ndisathe nqa!…Ebeke wakufowunela uSisi akuxelele ngondwendwe? Me : Not at all, worse uba nam khange ndiba samfowunela ndimxelele siyeza, ndilibele yhaz!…Kodwa ke ukuba bendinondwendwe ngetsshilo. Lets hope igciniswe nje ngumntu, kodwa ke nalapho ngetshilo uba kukho umntu ofuna ugcinisa imoto. Zusakhe : I wonder… (safana sacinga njalo, I opend the gate ngoba ndandinaso isitshixo, sehla , sehlisa neebags zethu ebhuthini. We knocked, there was no answer, i looked at the time it was 6:25, We kept on ringing the bell finally weza usisi opened sabulisa sangena, (She was not looking her usual self, wayebonaka ngathi wothukile, uPonky went to the bathroom ngoba oko wayekhala ngomchamo, Few seconds emkile uPonky he came back running, Mom mom ,… a man, a man ,a man!… a man ,a man!… (Wafika sekekhefuzelela phezulu, Heee, uthini Ponky?… I said ndimangalisekile, he took a deep breath) … Mom there is a man in the bathroom, … He said with a shock in his face, I was also shocked, kuthe xasiphakamayo uba sileqa ukuyobona esisimanga athetha ngaso uPonky, wasinqanda uSisi, Xolo wethu sisi ndilibele ukukuxelela kukho undwendwe apha endlini, kodwa luze kum, enyinto bendingenokwazi ukuyakwakhe ngoba akahlali yedwa.…watsholo phantsi ) Zange ndakhamisa kangako…All in all usisi uyatakisa ngoku apha endlini and akafihlisi? I thought! Haybo sisi kwalapha endlini pho? …I said ndabe ndisamangalisekile, before ephendula abe skephuma this man aphume enxibe igown esiya eroomi, adlule kuthi ngoba ipassage eya eziroomini yayidlula eLounge, sabe ke sasihleli eLounge apho, Weza kuthi , he greeted and sat down next to uSisi,, pgofu usisi wabe enentloni, Sisi : Sisi nguDerrick lona, Derrick this is my sister and her friend (Hee bethuna ndangusister kasisi ngoku? phofu uZusakhe ujike wayichomie yam ngoku! Zange ndaxakwa kangako yilo introduction) Derrick : Nice to meet you guys, Vee told me about that she stays with her little sister, i was not expecting to see a grown up girl like you, … Nice to meet you…(Watsho ephakama ezisa isandla ukusixhawula ndafane ndafaker uncumo, yayingancumisi tu kele yayisenzeka ,Nice to meet you too Derrick Safane satsho) Im in a hurry guys, let me leave you and get myself ready, we will talk more some other time,(waguquka wajonga kusisi)…Vee thanks for introducing me to your sister, She is so kind, but I have to go.…(Hay andakwazi ukuzibamba kemna, i interrupted, …Point off correction Derrick, We are not sisters… im not sure how much she told you, …However, She is actually working here as a maid, this is my house not hers, So my brother there will be no next time, I doubt we will meet again, Actually lets call this a big mistake, …Her bringing you here was the biggest mistake she has ever done, With all due respect my dear brother leave peacefully and dont even think coming back in this room again. I said ndaziva ndishiywa ngumsindo, akazange ayazi noba angathetha athini uSisi, wayengayilindelanga kum leyo, phofu uDerrick wabe ejonge kusisi kwecwaka for ixeshana…)… {Ndiyabona thats how he called uSisi kucaba yindlela awayemteketisa ngayo xa wayesithi Vee!}…… yayingathi akade ahambe uDerrick lowo ke.ndizoqondiswa usisi izigwegwe,(Waphakama wahamba esiya eroomini eyayilala usisi uDerrick, nosisi walandela) …Hay ngeke akuthethwa le, Andinokwazi tu ukuyivumela ke le aphendlini, worse kwamna soze ndiyenze ke le Ndafane ndatsho kuZusakhe owayemangalisekile naye,… Kelonto ingathi akangomxhosa ndiva nje iaccent yakhe ,… watsho uZusakhe. (He didnt sound like Xhosa nyani , he sounded more Nigerian ngeaccent le. )
Posted on: Thu, 31 Jul 2014 14:58:46 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015