ZIZINTO NJE EZINCINCI EZIBANGELA UKUBA ITSHERI IPHELELWE NGUMDLA - TopicsExpress



          

ZIZINTO NJE EZINCINCI EZIBANGELA UKUBA ITSHERI IPHELELWE NGUMDLA ENDODENI YAYO... 1. Ukungaphi itsheri imali (iyahlanjwa ikuku bra) 2. Ukungathembi itsheri, uyityhola ngokuhula (ukhe wayibamba nendoda?) 3. Ukungancomi itsheri yakho ubuhle xa inxibe kakuhle okanye ine new hairstyle (izakunconywa ngamanye amadoda ke) 4. Ukulinda itsheri ube uyokuyikhangela kwamakazi, kwifriends umana uyibuza ukuba iphi (iyadika loo nto) 5. Ukungafuni itsheri iye kwi party neefriends ube ufuna ukuba ngusbayeni phaya (chill my brother uzobuya ngowakho) 6. Ukubetha itsheri (ligubu kakade?) 7. Ukunga spend some time nomntu wakho ngeweekend ube ulibele zii friends notywala (uzakutyelwa xa kulapho ke) 8. Ukungathengi idrinks, chocolate, chips xa itsheri ikutakele (ngubani ozakumvisa kamnandi xa ungamvisi kamnandi wena?) 9. Ukunxiba i-jean enye netakkies ezinukayo iveki yonke (khawahlukane nobuxelegu obu) 10. Xa ungamphi umntu wakho inyanga yonke uphiwa ngubani? (Amadoda are ready phandlapha, imithondo yawo imile bassop) 11. Ukungabina progress ebomini, ube usahlala kokwenu umdala (khawuyeke ukuba ngu mamas baby)
Posted on: Thu, 07 Nov 2013 15:18:17 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015