Impilwinzima. Posts - TopicsExpress



          

Posts by Impilwinzima.



Molweni, yho inqabelene and Im really sorry but it was beyond my
Molweni, yho inqabelene and Im really sorry but it was beyond my control. Bekukhona nje imicimbi ebekumele ndiyiqoshelise, kwaye ifuna my full attenti...
#154 I was plugged in drips ne oxygen, ndixhakaxhaka nje maan.
#154 I was plugged in drips ne oxygen, ndixhakaxhaka nje maan. My back hurt like hell! I tried moving my head but I couldnt, it was heavy and painful...
#151 Kwade kwafika ixesha lokuba sihambe noLutho since ileave
#151 Kwade kwafika ixesha lokuba sihambe noLutho since ileave yakhe ibiphelile kufuneka abuyele emsebenzini. Boy was such a cute boy kodwa ke etefa ...
#148 Uyabona mna ukuba bendikwazi ukuthakatha? Bendingasoze
#148 Uyabona mna ukuba bendikwazi ukuthakatha? Bendingasoze ndibulale or ndingcungcuthekise mntu, worse oclose kum. Bendizokubanemali qwaba! Id be st...
#137 Lutho: bhabha ndcela siye endlini sijongiwe apha. Mna:
#137 Lutho: bhabha ndcela siye endlini sijongiwe apha. Mna: eyiphi indlu natana? Lutho: haybo Linathi! Mna: le ulala kuyo naba nondrwatyu bakho? Yhey...
#135 Ndiye ndaphakama ndaya ekamereni yam ndafika ndakhulula
#135 Ndiye ndaphakama ndaya ekamereni yam ndafika ndakhulula ndanxiba ipijama, ndalala ndinesingqala yhu undihambile lomfazi. Yho ntanga ibhanti beli...
#130 Mama: Asanda undivile ukuba bendisithini? Mna: ewe mha.
#130 Mama: Asanda undivile ukuba bendisithini? Mna: ewe mha. Caba shame umama ucinga ndizotatazela, hayi yho zaagqitha kudala ezontsuku, bendizixelel...
#129 I looked at her in disbelief. Bonani: *coughing* Sive
#129 I looked at her in disbelief. Bonani: *coughing* Sive ivelaphi nangoku lento uyithethayo? Lizy: Sive what did you just say? Sive: haysuka bayaya...

Trending Topics




© 2015